Hezekile 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke yabona, ndiyalivula ithambeka lakwaMowabhi ezixekweni, ezixekweni zakhe ezisemdeni wakhe, umhombiso welizwe, iBhete-yeshimoti,+ iBhahali-meyon,+ kwanakwiKiriyatayim,+
9 ngoko ke yabona, ndiyalivula ithambeka lakwaMowabhi ezixekweni, ezixekweni zakhe ezisemdeni wakhe, umhombiso welizwe, iBhete-yeshimoti,+ iBhahali-meyon,+ kwanakwiKiriyatayim,+