IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 21:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngoko uSirayeli wazithabatha zonke ezi zixeko, waza wahlala uSirayeli ezixekweni zonke zama-Amori,+ eHeshbhon+ nakwiidolophu zonke eziphantsi kwayo.

  • Yoshuwa 13:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 iHeshbhon+ nazo zonke iidolophu zayo+ ezikumhlaba othe thabalala, iDibhon+ neBhamoti-bhahali+ neBhete-bhahali-meyon,+

  • Yeremiya 48:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Akusayi kuba sabakho nayiphi na indumiso ngoMowabhi.+ EHeshbhon+ bacinge intlekele ngaye: ‘Yizani, madoda, masimnqumle angabi luhlanga.’+

      “Nawe, Mademen, ufanele uthi cwaka. Ulandelwa likrele.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share