IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngokuba nguOgi ukumkani waseBhashan kuphela owasalayo kumaRefa+ awayesele. Khangela! Ithala lakhe, yayilithala lentsimbi. Asililo na eliya liseRabha+ loonyana baka-Amoni? Liziikubhite ezisithoba ubude balo, neekubhite ezine ububanzi balo, ngokwekubhite yomntu.

  • Yoshuwa 13:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 yaye ummandla wabo waba yiYazere+ nazo zonke izixeko zaseGiliyadi+ nesiqingatha selizwe loonyana baka-Amoni+ ukuya kufikelela eArohere,+ ephambi kwaseRabha;+

  • Hezekile 25:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ndiza kuyenza iRabha+ ibe lidlelo leenkamela, eloonyana baka-Amoni libe yindawo yokuphumla komhlambi;+ nazi ukuba ndinguYehova.”’”+

  • Amosi 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndiza kubasa umlilo eludongeni lwaseRabha,+ kwaye umele uziqwenge iinqaba zayo ezinde zokuhlala, ngokuhlaba umkhosi ngemini yedabi, ngesivuthuvuthu ngemini yomoya osisaqhwithi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share