Isaya 32:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngcangcazelani, nina bafazi bahleli ngokukhululeka! Phazamisekani, nina bangenanyameko! Khululani nize nizenze nibe ze, nibhinqe amarhonya ezinqeni.+ Yeremiya 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoku bhinqani amarhonya.+ Zibetheni izifuba nize nibhomboloze,+ ngenxa yokuba ukuvutha komsindo kaYehova akubuyanga kuthi.+ Yeremiya 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+
11 Ngcangcazelani, nina bafazi bahleli ngokukhululeka! Phazamisekani, nina bangenanyameko! Khululani nize nizenze nibe ze, nibhinqe amarhonya ezinqeni.+
8 Ngenxa yoku bhinqani amarhonya.+ Zibetheni izifuba nize nibhomboloze,+ ngenxa yokuba ukuvutha komsindo kaYehova akubuyanga kuthi.+
26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+