INdumiso 31:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba ndiyivile ingxelo embi yabaninzi,+Ukothuka kukho macala onke.+Xa bebuthelana ndawonye njengamntu mnye nxamnye nam,+Bayaceba ukuze bawuthabathe umphefumlo.+ Yeremiya 6:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Musa ukuphuma uye entsimini, ungahambi nasendleleni; kuba kukho ikrele lotshaba, kukho ukothuka macala onke.+ Yeremiya 46:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “‘Kutheni na ukuze ndibabone bengenwe lunkwantyo? Bayabuya, namadoda abo anamandla ayatyunyuzwa; yaye ngokuqinisekileyo basabile, abajikanga.+ Kukho ukothuka macala onke,’+ utsho uYehova.
13 Kuba ndiyivile ingxelo embi yabaninzi,+Ukothuka kukho macala onke.+Xa bebuthelana ndawonye njengamntu mnye nxamnye nam,+Bayaceba ukuze bawuthabathe umphefumlo.+
25 Musa ukuphuma uye entsimini, ungahambi nasendleleni; kuba kukho ikrele lotshaba, kukho ukothuka macala onke.+
5 “‘Kutheni na ukuze ndibabone bengenwe lunkwantyo? Bayabuya, namadoda abo anamandla ayatyunyuzwa; yaye ngokuqinisekileyo basabile, abajikanga.+ Kukho ukothuka macala onke,’+ utsho uYehova.