INdumiso 104:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ubangela ubumnyama, ukuze kube sebusuku;+Zihambahambe ngabo zonke izilwanyana zasendle. Zefaniya 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Iinkosana zaso phakathi kwaso zaziziingonyama ezigqumayo.+ Abagwebi baso babeziingcuka zangokuhlwa ezingakrekrethanga mathambo kude kube kusasa.+
3 Iinkosana zaso phakathi kwaso zaziziingonyama ezigqumayo.+ Abagwebi baso babeziingcuka zangokuhlwa ezingakrekrethanga mathambo kude kube kusasa.+