Yeremiya 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba kukho umhla abaya kuthi ngawo okunene abalindi abakummandla weentaba wakwaEfrayim bamemeze bathi, ‘Sukani, madoda, size sinyuke siye eZiyon, kuYehova uThixo wethu.’”+
6 Kuba kukho umhla abaya kuthi ngawo okunene abalindi abakummandla weentaba wakwaEfrayim bamemeze bathi, ‘Sukani, madoda, size sinyuke siye eZiyon, kuYehova uThixo wethu.’”+