2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ Isaya 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngenxa yokuba nina nithe: “Senze umnqophiso nokuFa;+ senze umbono+ neShiyol; umkhukula ophuphumayo, ukuba kunokwenzeka udlule, awuyi kufika kuthi, kuba senze ubuxoki baba yindawo yethu+ yokusabela yaye sizifihle ngokuxoka”;+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
15 Ngenxa yokuba nina nithe: “Senze umnqophiso nokuFa;+ senze umbono+ neShiyol; umkhukula ophuphumayo, ukuba kunokwenzeka udlule, awuyi kufika kuthi, kuba senze ubuxoki baba yindawo yethu+ yokusabela yaye sizifihle ngokuxoka”;+