Yeremiya 48:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UMowabhi uhlazisiwe, kuba ungenwe lunkwantyo.+ Bhombolozani nize nidanduluke. Xelani eArnon madoda,+ ukuba uMowabhi uphangiwe. ISityhilelo 18:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Yaye ookumkani+ bomhlaba abahenyuza nayo nabaphila kubunewunewu bokungabi nazintloni baya kulila bezimbambazela besentlungwini ngenxa yayo,+ xa bekhangela kumsi+ wokutsha kwayo,
20 UMowabhi uhlazisiwe, kuba ungenwe lunkwantyo.+ Bhombolozani nize nidanduluke. Xelani eArnon madoda,+ ukuba uMowabhi uphangiwe.
9 “Yaye ookumkani+ bomhlaba abahenyuza nayo nabaphila kubunewunewu bokungabi nazintloni baya kulila bezimbambazela besentlungwini ngenxa yayo,+ xa bekhangela kumsi+ wokutsha kwayo,