ABagwebi 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba babesiza nemfuyo yabo neentente zabo. Babesiza bebaninzi njengeenkumbi,+ kwaye bona kunye neenkamela zabo babengabaleki;+ yaye babesiza elizweni ukuze balonakalise.+ Nahum 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nalapho umlilo uya kukuqwenga. Ikrele liya kukunqumla.+ Liya kukuqwenga njengeentlobo zeenkumbi.+ Landise inani lakho njengeentlobo zeenkumbi; landise inani lakho njengeenkumbi.
5 Kuba babesiza nemfuyo yabo neentente zabo. Babesiza bebaninzi njengeenkumbi,+ kwaye bona kunye neenkamela zabo babengabaleki;+ yaye babesiza elizweni ukuze balonakalise.+
15 Nalapho umlilo uya kukuqwenga. Ikrele liya kukunqumla.+ Liya kukuqwenga njengeentlobo zeenkumbi.+ Landise inani lakho njengeentlobo zeenkumbi; landise inani lakho njengeenkumbi.