Yobhi 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe. INdumiso 137:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+ Galati 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+
11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.
8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+
7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+