Isaya 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kungenxa yoko le nto ndiya kulibangela izulu liphazamiseke,+ nomhlaba uya kunyikima ushenxe endaweni yawo ngokuvutha komsindo kaYehova wemikhosi+ nangemini yomsindo wakhe ovuthayo.+
13 Kungenxa yoko le nto ndiya kulibangela izulu liphazamiseke,+ nomhlaba uya kunyikima ushenxe endaweni yawo ngokuvutha komsindo kaYehova wemikhosi+ nangemini yomsindo wakhe ovuthayo.+