Isaya 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kungenxa yoko le nto zonke izandla ziya kuwa, nentliziyo iphela yomntu ofayo iya kunyibilika.+ Yeremiya 50:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Amanzi ayo ayaphanziswa, yaye amele ome.+ Kuba ililizwe lemifanekiso eqingqiweyo,+ kwaye ngenxa yemibono yabo eyothusayo benza ngempambano.
38 Amanzi ayo ayaphanziswa, yaye amele ome.+ Kuba ililizwe lemifanekiso eqingqiweyo,+ kwaye ngenxa yemibono yabo eyothusayo benza ngempambano.