Yeremiya 50:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kukho ikrele nxamnye nabo bantetho ililize,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kwenza ngobudenge.+ Kukho ikrele nxamnye namadoda ayo anamandla,+ yaye okunene aya kunkwantya.+
36 Kukho ikrele nxamnye nabo bantetho ililize,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kwenza ngobudenge.+ Kukho ikrele nxamnye namadoda ayo anamandla,+ yaye okunene aya kunkwantya.+