Mateyu 13:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yekani kukhule kokubini ndawonye de kube sekuvuneni; yaye ngexesha lokuvuna ndothi kubavuni, Qokelelani ukhula kuqala, nilubophe lube zizithungu ukuze nilutshise,+ nandule ke nihlanganisele ingqolowa kuvimba wam.’”+ ISityhilelo 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwathi gqi enye ingelosi ivela engcweleni yetempile, idanduluka ngelizwi elikhulu kulowo wayehleli efini isithi: “Lifake irhengqa lakho uze uvune,+ ngokuba lifikile ilixa lokuvuna,+ kuba isivuno somhlaba sivuthwe ngokupheleleyo.”+
30 Yekani kukhule kokubini ndawonye de kube sekuvuneni; yaye ngexesha lokuvuna ndothi kubavuni, Qokelelani ukhula kuqala, nilubophe lube zizithungu ukuze nilutshise,+ nandule ke nihlanganisele ingqolowa kuvimba wam.’”+
15 Kwathi gqi enye ingelosi ivela engcweleni yetempile, idanduluka ngelizwi elikhulu kulowo wayehleli efini isithi: “Lifake irhengqa lakho uze uvune,+ ngokuba lifikile ilixa lokuvuna,+ kuba isivuno somhlaba sivuthwe ngokupheleleyo.”+