Yobhi 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanomntu uyalala aze angavuki.+De izulu lingabikho abayi kuvuka,+Yaye abayi kuvuswa ebuthongweni babo.+ Yeremiya 51:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Ndiza kuzinxilisa iinkosana zayo nezilumko zayo,+ iirhuluneli zayo namasekela-baphathi bayo namadoda ayo anamandla, kwaye bamele balale ubuthongo obungenammiselo,+ abangayi kuvuka kubo,” utsho uKumkani,+ ogama lakhe linguYehova wemikhosi.+
12 Kwanomntu uyalala aze angavuki.+De izulu lingabikho abayi kuvuka,+Yaye abayi kuvuswa ebuthongweni babo.+
57 Ndiza kuzinxilisa iinkosana zayo nezilumko zayo,+ iirhuluneli zayo namasekela-baphathi bayo namadoda ayo anamandla, kwaye bamele balale ubuthongo obungenammiselo,+ abangayi kuvuka kubo,” utsho uKumkani,+ ogama lakhe linguYehova wemikhosi.+