Yeremiya 25:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 nabo bonke ookumkani basemntla abakufuphi nabakude, omnye emva komnye, nazo zonke ezinye izikumkani zomhlaba eziphezu komhlaba; nokumkani waseSheshaki+ uya kusela emva kwabo.
26 nabo bonke ookumkani basemntla abakufuphi nabakude, omnye emva komnye, nazo zonke ezinye izikumkani zomhlaba eziphezu komhlaba; nokumkani waseSheshaki+ uya kusela emva kwabo.