Yeremiya 49:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ukutyhwatyhwa okubangeleyo kukukhohlisile, ukukhukhumala kwentliziyo yakho,+ wena uhlala kwiimfanta zengxondorha, ubambe ukuphakama kwenduli. Nangona wakhe indlwane yakho phezulu kanye njengokhozi,+ ndiya kukuhlisa apho,”+ utsho uYehova. Daniyeli 4:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Wasuka ukumkani wathi:+ “Asiyiyo na le iBhabhiloni Enkulu, endizakhele yona ngamandla am amakhulu+ ukuba ibe yindlu yasebukhosini, ngenxa yesidima sobungangamsha bam?”+
16 Ukutyhwatyhwa okubangeleyo kukukhohlisile, ukukhukhumala kwentliziyo yakho,+ wena uhlala kwiimfanta zengxondorha, ubambe ukuphakama kwenduli. Nangona wakhe indlwane yakho phezulu kanye njengokhozi,+ ndiya kukuhlisa apho,”+ utsho uYehova.
30 Wasuka ukumkani wathi:+ “Asiyiyo na le iBhabhiloni Enkulu, endizakhele yona ngamandla am amakhulu+ ukuba ibe yindlu yasebukhosini, ngenxa yesidima sobungangamsha bam?”+