Hezekile 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndinxamnye nawe, Tire, yaye ndiza kukunyusela iintlanga ezininzi,+ kanye njengoko ulwandle lunyusa amaza alo.+ ISityhilelo 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yandula yathi kum: “Amanzi owabonileyo, apho lihleli khona ihenyukazi, athetha izizwana nezihlwele neentlanga neelwimi.+
3 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndinxamnye nawe, Tire, yaye ndiza kukunyusela iintlanga ezininzi,+ kanye njengoko ulwandle lunyusa amaza alo.+
15 Yandula yathi kum: “Amanzi owabonileyo, apho lihleli khona ihenyukazi, athetha izizwana nezihlwele neentlanga neelwimi.+