Habhakuki 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Khangela! Akuphumi kuYehova wemikhosi na ukuba izizwana ziya kubulalekela umlilo kuphela, namaqela eentlanga aya kuzidinisela ilize?+
13 Khangela! Akuphumi kuYehova wemikhosi na ukuba izizwana ziya kubulalekela umlilo kuphela, namaqela eentlanga aya kuzidinisela ilize?+