Genesis 40:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku ngosuku lwesithathu olo, yaba ngumhla wokuzalwa kukaFaro,+ yaye wabenzela itheko bonke abakhonzi bakhe, wayiphakamisa intloko yomphathi wabangcamli nentloko yomphathi wababhaki phakathi kwabakhonzi bakhe.+
20 Ke kaloku ngosuku lwesithathu olo, yaba ngumhla wokuzalwa kukaFaro,+ yaye wabenzela itheko bonke abakhonzi bakhe, wayiphakamisa intloko yomphathi wabangcamli nentloko yomphathi wababhaki phakathi kwabakhonzi bakhe.+