Duteronomi 32:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Watyeba ke uYeshurun,+ wakhabalaza.+Wazingxala wena, watyeba, waba mkhulu.+Ngoko wamshiya yena uThixo, owamenzayo,+Walidela iLiwa+ lokusindiswa kwakhe. Yakobi 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Niye naphila kubunewunewu emhlabeni, nazinikela kuyolo lwenkanuko yenyama.+ Nizityebisile iintliziyo zenu ngomhla wokuxhela.+
15 Watyeba ke uYeshurun,+ wakhabalaza.+Wazingxala wena, watyeba, waba mkhulu.+Ngoko wamshiya yena uThixo, owamenzayo,+Walidela iLiwa+ lokusindiswa kwakhe.
5 Niye naphila kubunewunewu emhlabeni, nazinikela kuyolo lwenkanuko yenyama.+ Nizityebisile iintliziyo zenu ngomhla wokuxhela.+