2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ Yeremiya 20:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndithetha ngokudanduluka. Ndimemeza ngogonyamelo nokuphangwa.+ Kuba ilizwi likaYehova laba ngunobangela wongcikivo nokugculelwa kum imini yonke.+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
8 Ndithetha ngokudanduluka. Ndimemeza ngogonyamelo nokuphangwa.+ Kuba ilizwi likaYehova laba ngunobangela wongcikivo nokugculelwa kum imini yonke.+