IMizekeliso 1:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko baya kudla isiqhamo seendlela zabo,+ yaye baya kuhlutha ngamacebo abo.+ Isaya 59:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Iinyawo zabo ziqhubeka zibalekela ngqo ebubini,+ yaye ziyakhawuleza ukuphalaza igazi elimsulwa.+ Iingcamango zabo ziingcamango ezenzakalisayo;+ ukuphanga nokuwisa ngoohola babo bendlela.+
7 Iinyawo zabo ziqhubeka zibalekela ngqo ebubini,+ yaye ziyakhawuleza ukuphalaza igazi elimsulwa.+ Iingcamango zabo ziingcamango ezenzakalisayo;+ ukuphanga nokuwisa ngoohola babo bendlela.+