Isaya 37:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “‘Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ngokuphathelele ukumkani waseAsiriya ukuthi:+ “Akayi kungena kwesi sixeko,+ engayi kutola notolo apho, okanye eze enekhaka, okanye asibiyele ngomsele wokungqinga.”’+
33 “‘Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ngokuphathelele ukumkani waseAsiriya ukuthi:+ “Akayi kungena kwesi sixeko,+ engayi kutola notolo apho, okanye eze enekhaka, okanye asibiyele ngomsele wokungqinga.”’+