Duteronomi 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nize ningalandeli abanye oothixo, nabaphi na oothixo bezizwana eziningqongileyo,+ Duteronomi 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Kothi ukuba uthe wamlibala uYehova uThixo wakho, walandela thixo bambi, wabakhonza, waqubuda kubo, ndiyaningqinela namhlanje ukuba niya kutshabalala ngenene.+ Duteronomi 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 nesiqalekiso,+ ukuba nithe anayithobela imiyalelo kaYehova uThixo wenu,+ nasuka naphambuka endleleni endiniyalela yona namhlanje, nalandela thixo bambi eningabazanga. Yeremiya 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Aba bantu banobubi nabalayo ukuthobela amazwi am,+ abahamba ngobulukhuni bentliziyo yabo+ nabaqhubeka belandela abanye oothixo ukuze babakhonze nokuze baqubude kubo,+ baya kuba kanye njengeli bhanti elingafanelekelanga nto.’
19 “Kothi ukuba uthe wamlibala uYehova uThixo wakho, walandela thixo bambi, wabakhonza, waqubuda kubo, ndiyaningqinela namhlanje ukuba niya kutshabalala ngenene.+
28 nesiqalekiso,+ ukuba nithe anayithobela imiyalelo kaYehova uThixo wenu,+ nasuka naphambuka endleleni endiniyalela yona namhlanje, nalandela thixo bambi eningabazanga.
10 Aba bantu banobubi nabalayo ukuthobela amazwi am,+ abahamba ngobulukhuni bentliziyo yabo+ nabaqhubeka belandela abanye oothixo ukuze babakhonze nokuze baqubude kubo,+ baya kuba kanye njengeli bhanti elingafanelekelanga nto.’