2 Kronike 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwafika umntu othile kaTHIXO oyinyaniso+ kuye, esithi: “Owu kumkani, mawungahambi nawe umkhosi kaSirayeli, kuba uYehova akakho kuSirayeli,+ oko kukuthi, oonyana bakaEfrayim. INdumiso 78:67 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 67 Wayigatya intente kaYosefu;+Nesizwe sakwaEfrayim akazange asinyule.+
7 Kwafika umntu othile kaTHIXO oyinyaniso+ kuye, esithi: “Owu kumkani, mawungahambi nawe umkhosi kaSirayeli, kuba uYehova akakho kuSirayeli,+ oko kukuthi, oonyana bakaEfrayim.