INdumiso 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke yena uYehova, ukhangele phantsi koonyana babantu esezulwini,+Ukuze abone enoba kukho nabani na onengqiqo, nabani na ofuna uYehova.+ Malaki 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova+ bathetha omnye komnye, ngamnye neqabane lakhe, yaye uYehova wanikela ingqalelo ephulaphule.+ Kwaye incwadi yokukhumbuza yabhalwa phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacinga ngegama lakhe.+
2 Ke yena uYehova, ukhangele phantsi koonyana babantu esezulwini,+Ukuze abone enoba kukho nabani na onengqiqo, nabani na ofuna uYehova.+
16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova+ bathetha omnye komnye, ngamnye neqabane lakhe, yaye uYehova wanikela ingqalelo ephulaphule.+ Kwaye incwadi yokukhumbuza yabhalwa phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacinga ngegama lakhe.+