Yoweli 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yaso, izizwana ziya kuba sezintlungwini eziqatha.+ Bona ke bonke ubuso, ngokuqinisekileyo buya kumbatsha.+ Nahum 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Basitsho salambatha, saba lilize isixeko, saba senkangala!+ Zanyibilika iintliziyo,+ agexa amadolo,+ zabongamela iintlungu;+ bambatsha ubuso babo bonke.+
6 Ngenxa yaso, izizwana ziya kuba sezintlungwini eziqatha.+ Bona ke bonke ubuso, ngokuqinisekileyo buya kumbatsha.+
10 Basitsho salambatha, saba lilize isixeko, saba senkangala!+ Zanyibilika iintliziyo,+ agexa amadolo,+ zabongamela iintlungu;+ bambatsha ubuso babo bonke.+