Yeremiya 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+
26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+