Genesis 31:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke uyihlo undikhohlisile waza nomvuzo wam wawutshintsha kalishumi, kodwa uThixo akamvumelanga ukuba andenzakalise.+ Yobhi 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngaba intetho yakho elilize iya kuwavala umlomo amadoda,Yaye ngaba uya kuqhubeka ugculela kungekho ukukhalimelayo?+
7 Ke uyihlo undikhohlisile waza nomvuzo wam wawutshintsha kalishumi, kodwa uThixo akamvumelanga ukuba andenzakalise.+
3 Ngaba intetho yakho elilize iya kuwavala umlomo amadoda,Yaye ngaba uya kuqhubeka ugculela kungekho ukukhalimelayo?+