IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 79:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 79 Owu Thixo, iintlanga zingene kwilifa lakho;+

      Ziyenze inqambi itempile yakho engcwele;+

      IYerusalem ziyenze imfumba yamanxuwa.+

  • Isaya 25:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba isixeko usenze saba yimfumba yamatye, idolophu enqatyisiweyo yaba linxuwa eliwohlokayo, inqaba yokuhlala yabasemzini ayabi sosixeko, esingayi kubuya sakhiwe ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • Yeremiya 26:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “UMika+ waseMoresheti+ wayeprofeta ngemihla kaHezekiya ukumkani wakwaYuda+ yaye wahlabela mgama wathi kubo bonke abantu bakwaYuda, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “IZiyon iya kulinywa njengentsimi nje,+ neYerusalem iya kuba njengeemfumba nje zamanxuwa,+ nentaba yeNdlu iya kuba lihlathi kwiindawo eziphakamileyo.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share