Yeremiya 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kutheni na sahlala? Zihlanganiseni ndawonye, singene ezixekweni ezinqatyisiweyo+ size sithi cwaka apho. Kuba uYehova uThixo wethu usivale umlomo,+ kwaye usiseza amanzi anetyhefu,+ ngenxa yokuba simonile uYehova. IZililo 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Khumbula inkxwaleko yam nemo yam yokungabi nakhaya,+ umhlonyane nesityalo esinetyhefu.+
14 “Kutheni na sahlala? Zihlanganiseni ndawonye, singene ezixekweni ezinqatyisiweyo+ size sithi cwaka apho. Kuba uYehova uThixo wethu usivale umlomo,+ kwaye usiseza amanzi anetyhefu,+ ngenxa yokuba simonile uYehova.