Levitikus 26:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo. Duteronomi 28:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+ Nehemiya 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Nceda, khumbula+ ilizwi owayalela ngalo uMoses umkhonzi wakho, usithi, ‘Ukuba nithe nenza ngokungathembeki, mna ndiya kunichithachitha phakathi kwezizwana.+ INdumiso 106:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wayeya kuyiwisa inzala yabo phakathi kweentlanga,+Wayeya kubachithachitha emazweni.+ Zekariya 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ‘Ndaza ngesivuthuvuthu ndabaphosa phakathi kwazo zonke iintlanga+ ababengazazi;+ nelizwe lishiywe liphanzile emva kwabo, akukho bani udlulayo kulo, kungekho nabani ubuyela kulo;+ kwaye ilizwe elinqwenelekayo+ balenza into yokukhwankqiswa.’”
33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.
64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+
8 “Nceda, khumbula+ ilizwi owayalela ngalo uMoses umkhonzi wakho, usithi, ‘Ukuba nithe nenza ngokungathembeki, mna ndiya kunichithachitha phakathi kwezizwana.+
14 ‘Ndaza ngesivuthuvuthu ndabaphosa phakathi kwazo zonke iintlanga+ ababengazazi;+ nelizwe lishiywe liphanzile emva kwabo, akukho bani udlulayo kulo, kungekho nabani ubuyela kulo;+ kwaye ilizwe elinqwenelekayo+ balenza into yokukhwankqiswa.’”