IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 13:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Amxelela athi: “Singenile kwelo lizwe ubusithume kulo, kwaye eneneni liqukuqela ubisi nobusi,+ nazi neziqhamo zalo.+

  • Duteronomi 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 nezindlu ezizele zizinto zonke ezintle ongazizalisanga, namaqula embiweyo ongawembanga, izidiliya neminquma ongayityalanga, wadla wanela,+

  • Duteronomi 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba uYehova uThixo wakho ukungenisa ezweni elihle,+ ezweni leentlambo zamanzi, lemithombo namanzi anzongonzongo aphuma ethafeni elisentlanjeni+ nakummandla weentaba,

  • Nehemiya 9:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwaye bathimba izixeko ezinqatyisiweyo+ nomhlaba otyebileyo+ bazidla ilifa izindlu ezazizaliswe zizo zonke izinto ezilungileyo,+ amaqula embiweyo,+ izidiliya negcume lomnquma+ nemithi yokudla eyintabalala, yaye baqalisa ukudla nokwanela+ batyeba+ baziyolisa ngokulunga kwakho okukhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share