IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ngako oko ilizwe aliyi kunihlanza ngenxa yokulenza inqambi kwenu njengoko beliya kuzihlanza iintlanga ezaziphambi kwenu.+

  • Levitikus 20:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “‘Nize niyigcine imimiselo yam yonke+ nezigwebo zam zonke,+ nizenze, ukuze linganihlanzi niphume ilizwe elo ndinisa kulo ukuba nihlale kulo.+

  • IZililo 4:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Sukani! Anihlambulukanga!”+ bamemeze batsho njalo kubo. “Sukani! Sukani! Ningachukumisi!”+

      Kuba abanamakhaya.+ Baye babhadu-bhadula.+ Abantu baye bathi phakathi kweentlanga: “Abayi kuhlala kwakhona njengabaphambukeli.+

  • Mika 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Sukani nihambe,+ ngenxa yokuba asiyondawo yokuphumla le.+ Ngenxa yokuba uye waba ngongahlambulukanga,+ waphulwe; yaye ukwaphulwa oko kubuhlungu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share