Genesis 17:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndilinike wena nembewu yakho ilizwe ophambukele kulo,+ nelizwe lakwaKanan liphela, ukuba ulidle ilifa ukusa kwixesha elingenammiselo; yaye ndiza kuzingqina ndinguThixo kubo.”+ Levitikus 26:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Eneneni ndohamba phakathi kwenu, ndibe nguThixo wenu,+ nina nibe ngabantu bam.+ Hezekile 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ukuze bahambe ngemimiselo yam nezigwebo zam bazigcine baze okunene bazenze;+ nokuze ngokwenene babe ngabantu bam+ nam ndibe nguThixo wabo.”’+ 2 Korinte 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
8 Ndilinike wena nembewu yakho ilizwe ophambukele kulo,+ nelizwe lakwaKanan liphela, ukuba ulidle ilifa ukusa kwixesha elingenammiselo; yaye ndiza kuzingqina ndinguThixo kubo.”+
20 ukuze bahambe ngemimiselo yam nezigwebo zam bazigcine baze okunene bazenze;+ nokuze ngokwenene babe ngabantu bam+ nam ndibe nguThixo wabo.”’+
16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+