Mika 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba zonke izizwana ziya kuhamba ngasinye egameni lothixo waso;+ kodwa thina siya kuhamba egameni likaYehova uThixo wethu+ ukusa kwixesha elingenammiselo, ewe ngonaphakade.+
5 Kuba zonke izizwana ziya kuhamba ngasinye egameni lothixo waso;+ kodwa thina siya kuhamba egameni likaYehova uThixo wethu+ ukusa kwixesha elingenammiselo, ewe ngonaphakade.+