IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hoseya 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Bonke ububi bakhe babuseGiligali,+ kuba apho ndamthiya.+ Ngenxa yobubi bezenzo zakhe ndiya kumgxotha endlwini yam.+ Andiyi kuqhubeka ndimthanda.+ Zonke iinkosana zakhe ziyaqhubeka zineenkani.+

  • Amosi 6:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘INkosi enguMongami uYehova ifunge umphefumlo wayo,’+ utsho uYehova uTHIXO wemikhosi, ukuthi, ‘“Ndiyalicekisa iqhayiya likaYakobi,+ neenqaba zakhe zokuhlala ndizithiyile,+ kwaye ndiza kusinikela isixeko noko sizaliswe kuko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share