ABagwebi 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke nina, nandishiya+ naza nakhonza abanye oothixo.+ Yiyo loo nto ndingayi kunisindisa kwakhona.+ 1 Samuweli 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Baqala ke ukumemeza kuYehova becela uncedo+ baza bathi: ‘Sonile,+ kuba simshiyile uYehova ukuze sikhonze ooBhahali+ nemifanekiso ka-Ashtoreti;+ ke kaloku sihlangule+ esandleni seentshaba zethu, ukuze sikukhonze.’
10 Baqala ke ukumemeza kuYehova becela uncedo+ baza bathi: ‘Sonile,+ kuba simshiyile uYehova ukuze sikhonze ooBhahali+ nemifanekiso ka-Ashtoreti;+ ke kaloku sihlangule+ esandleni seentshaba zethu, ukuze sikukhonze.’