2 Kronike 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nam ndiza kubancothula kumhlaba wam endabanika wona;+ nale ndlu endiyingcwalisele+ igama lam, ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye ndiya kuyenza umzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.+
20 nam ndiza kubancothula kumhlaba wam endabanika wona;+ nale ndlu endiyingcwalisele+ igama lam, ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye ndiya kuyenza umzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.+