INdumiso 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uya kunisela phezu kwabangendawo izabatha, umlilo nesalfure+Nomoya onolophu, njengesahlulo sendebe yabo.+ Mateyu 24:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 kwaye iya kulohlwaya ngokona kuqatha+ kakhulu ize ilabele nabahanahanisi. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo alo.+
6 Uya kunisela phezu kwabangendawo izabatha, umlilo nesalfure+Nomoya onolophu, njengesahlulo sendebe yabo.+
51 kwaye iya kulohlwaya ngokona kuqatha+ kakhulu ize ilabele nabahanahanisi. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo alo.+