Yeremiya 43:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekugqibeleni bafika kwilizwe laseYiputa,+ kuba abazange balithobele ilizwi likaYehova; bada baya kufikelela eTapanehesi.+ Yeremiya 46:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kuxeleni oku eYiputa, madoda, nikuvakalise naseMigdoli,+ nikuvakalise naseNofu+ naseTapanehesi.+ Yithini, ‘Zimise, zilungiselele wena kanye,+ kuba ngokuqinisekileyo ikrele liya kukuqwenga ngeenxa zonke.+ Hezekile 30:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye eTehafenesi+ okunene imini iya kuba mnyama, ekuzaphuleni kwam apho iidyokhwe zaseYiputa.+ Neqhayiya lamandla akhe okunene liya kuyekiswa apho.+ Ke yena, uya kugutyungelwa ngamafu,+ needolophu eziphantsi kwakhe ziya kuya ekuthinjweni.+
7 Ekugqibeleni bafika kwilizwe laseYiputa,+ kuba abazange balithobele ilizwi likaYehova; bada baya kufikelela eTapanehesi.+
14 “Kuxeleni oku eYiputa, madoda, nikuvakalise naseMigdoli,+ nikuvakalise naseNofu+ naseTapanehesi.+ Yithini, ‘Zimise, zilungiselele wena kanye,+ kuba ngokuqinisekileyo ikrele liya kukuqwenga ngeenxa zonke.+
18 Yaye eTehafenesi+ okunene imini iya kuba mnyama, ekuzaphuleni kwam apho iidyokhwe zaseYiputa.+ Neqhayiya lamandla akhe okunene liya kuyekiswa apho.+ Ke yena, uya kugutyungelwa ngamafu,+ needolophu eziphantsi kwakhe ziya kuya ekuthinjweni.+