IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wamfumana ezweni eliyintlango,+

      Enkqantosini engenanto, ebhombolozayo.+

      Wamrhangqa,+ wamnyamekela,+

      Wamlondoloza njengokhozo lweliso lakhe.+

  • INdumiso 77:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Abantu bakho ubakhokele njengomhlambi,+

      Ngesandla sikaMoses noAron.+

  • INdumiso 78:54
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 54 Wabazisa kummandla wakhe ongcwele,+

      Lo mmandla weentaba owazuzwa sisandla sakhe sokunene.+

  • INdumiso 136:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 KuLowo wenza abantu bakhe bahambe entlango:+

      Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+

  • Isaya 63:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Lowo wenza ukuba bahambe emanzini enzonzobila khon’ ukuze, njengehashe entlango, bangakhubeki?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share