Hezekile 36:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+ Daniyeli 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Kaloku ke, Yehova Thixo wethu, wena owabakhuphayo abantu bakho elizweni laseYiputa ngesandla esomeleleyo+ waza wazenzela igama njengakule mini,+ sikonile,+ senza ngokungendawo.
22 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Andikwenzi oku ngenxa yenu, ndlu kaSirayeli, kodwa ngenxa yegama lam elingcwele, enithe nina nalihlambela phakathi kweentlanga enifike kuzo.”’+
15 “Kaloku ke, Yehova Thixo wethu, wena owabakhuphayo abantu bakho elizweni laseYiputa ngesandla esomeleleyo+ waza wazenzela igama njengakule mini,+ sikonile,+ senza ngokungendawo.