IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+

  • Yeremiya 24:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+

  • Hezekile 23:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 “Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Baya kunyuselwa ibandla+ baze benziwe into yokothuswa nento yokuphangwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share