IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Abantu ababuyelanga kuLowo ubabethayo,+ yaye abamfunanga uYehova wemikhosi.+

  • Yeremiya 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Owu Yehova, amehlo akho akakho ekuthembekeni na?+ Ubabethile,+ kodwa abakhange bagule.+ Ubatshabalalisile.+ Balile ukwamkela uqeqesho.+ Babenze balukhuni ubuso babo kunengxondorha.+ Balile ukubuya.+

  • Amosi 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Ndathumela phakathi kwenu indyikitya yokufa ngokohlobo lwaleyo yaseYiputa.+ Ndabulala abafana benu ngekrele,+ ndathimba namahashe enu.+ Ndamana ndisenza ukuba ukunuka kakubi kweenkampu zenu kunyukele nasemathatheni enu;+ kodwa anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.

  • Zekariya 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “‘Musani ukuba njengooyihlo+ abamemezayo kubaprofeti bangaphambili,+ besithi: “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Khanincede, nibuye ezindleleni zenu ezimbi nakwizenzo zenu ezibi.’”’+

      “‘Kodwa abazange baphulaphule, yaye abazange banikele ngqalelo kum,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share