Yeremiya 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bangcwalise imfazwe nxamnye nayo:+ “Vukani, masinyuke emini emaqanda!”+ “Yeha ke thina, kuba imini ithambekile, kuba amathunzi okuhlwa ayoluka!”
4 Bangcwalise imfazwe nxamnye nayo:+ “Vukani, masinyuke emini emaqanda!”+ “Yeha ke thina, kuba imini ithambekile, kuba amathunzi okuhlwa ayoluka!”