Amosi 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Kuya kuthi ngaloo mini,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ndenze ukuba litshone ilanga emini enkulu,+ ndibangele nobumnyama elizweni ngemini eqaqambileyo. Mika 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Ngoko ke niya kuba nobusuku,+ ukuze kungabikho mbono;+ niya kuba nobumnyama, ukuze ningavumisi. Nelanga ngokuqinisekileyo liya kutshona kubaprofeti, nemini ibe mnyama kubo.+
9 “‘Kuya kuthi ngaloo mini,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ndenze ukuba litshone ilanga emini enkulu,+ ndibangele nobumnyama elizweni ngemini eqaqambileyo.
6 ‘Ngoko ke niya kuba nobusuku,+ ukuze kungabikho mbono;+ niya kuba nobumnyama, ukuze ningavumisi. Nelanga ngokuqinisekileyo liya kutshona kubaprofeti, nemini ibe mnyama kubo.+