Yeremiya 39:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Mthabathe uze umise amehlo akho kuye, yaye musa ukwenza nantoni na embi kuye konke konke.+ Kodwa kanye njengoko ethetha kuwe, uze ke wenjenjalo kuye.”+
12 “Mthabathe uze umise amehlo akho kuye, yaye musa ukwenza nantoni na embi kuye konke konke.+ Kodwa kanye njengoko ethetha kuwe, uze ke wenjenjalo kuye.”+